Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Mfundisi Bonoyi Oko wabarelevant kum
Owam uThixo xa ndivala isango ndilila, uyazikhongozela inyembezi zam One by One Yhoooo somandla!!
Always RELEVANT Mfundisi wam🙏🙏Uyawenza umsebenzi ubuwuthunyiwe, awudlali ngento oyiphathisiweyo🙌🙌GOD BLESS YOU Tat'am🌺
Eish lotata uyayenza lento and levideo ndiyibona oko but awukwazi udlula kuyo njeeee,enkosi mntu kaThixo ngalamazwi,yanga inkosi ingakusikelela ikugcine ibukhanyise ubuso bayo kuwe inikwe ufefe lwayo inkosi ikusikelele ikugcine kude kuse ebomini obungunaphakade Amen
Yes Mfundisi!🙏🏽
Ngaske bonke aba shumayeli bavalwe kuthethe lendoda yodwa
Awuh. Ndagcotywa ngulo Tata😇😭
Ahhhhh heeeeh yaxoxa le kwekwe
Nto ka Bonoyi tsiiii
Awu Nkosi yam uyazikhongozela iinyembezi. Mighty God. Akayideli intliziyo etyumkileyo. Find a REAL GOD🙏🙏🙏🙏🙏
Ndiselapba nanamhlanje
I feel like uBawo undithumele kule Channel ngesizathu. Unyaka ndiwuqale ngala mazwi 'Uzungandi lahli Mina noko ndenjenjalo kuwe' 01/01/22
Nkosi yam,,,ndabulela mfundisi
Oww kodwa Nkosi wena uyazi
Awu Nkosi yam singayaphi xa sinokumka kuwe. Wena u zizinto zonke kum🙌🙌
Nkosi yam andinamona kodw ezizinto ndizindingayo ndithembe wena thixo😪👋
Tsiiiii
Sii nkosi yam
Andimazi lotata ushumayelayo kodwa uyandivuselala nokokba andiyihambi inkonzo kodwa wenzandazi okokubana ithixo ukhona kwaye unamandla.
Ewe maan gqugqugqu