Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
❤❤ ndaukuhla ndiye kwelabafileyo ngesijwili😢😢😢
Landishiya sana lam uVuyolwethu ndanga ndixelu Yakobi 💔😭😭😭 ehla amandla okuthandaza whuwo ndiyabulela ngalamazwi🙏
Ndiyasikeleka ngu tata Faleni amen
Tata hayi ndikothulela umnqwazi uyasithuthuzela
Thixo akusikelele bawo
Undidilizile ngenxa zonke waluncothula njengomthi ukholo lwam😩🥺
Intshumayelo ka tatu faleni ..noba ukweziphi iimbandezelo iyakhulula..aphinde abuye amathemba
Rev faleni intshumayelo yakho yenza umehluko empilweni yam ndatshintsha umntu endandinguye ngoku ndingumntu phakathi kwabantu enkosi Tata😭😭
Yuu tata uyandivuselela ngaphakathi undenza ndicinge umama wam esangcwabeni
Ndiyayithanda intshumayelo yakho bawo iyomeleza
Haibo Haibo ngaduduzeka. ngeveki eyona enzima kum
Thank you 😭😭🙏🙏
Ndabulela ngokufaka ezinto ndoda keep on maplesh
Thank you😍🙌🙌🙌🙌
Keep it up Admin. Thank you
Sondle bawo Ngconde ngathi kuyizolo xa ndiku mamele, betha mfo wakwa ThixoAkubusise uNdikhoyo apho ukho akongeze ukondlakwakho iihasi ezilambele ilizwi
awu mangcondeni, "njengoba efundile unomonde"
2025
Undidilizile ngenxa zonke, walincothula nje ngomthi ithemba lam
ndiyabulela bawo
Lusanda
Enkosi tatu faleni
Loll00
Enkosi tata ngamazwi ithemba livukile
Eish
@@nomfundogawulana6951in
What's the name of this song
"Unabantu bakho thixo 244 " iculo
Mmmmmm nkosi ndiyasikeleleka ngutatu Faleni nomamu usiMods, thixo aningcine angasisithelisi kuni
❤❤ ndaukuhla ndiye kwelabafileyo ngesijwili😢😢😢
Landishiya sana lam uVuyolwethu ndanga ndixelu Yakobi 💔😭😭😭 ehla amandla okuthandaza whuwo ndiyabulela ngalamazwi🙏
Ndiyasikeleka ngu tata Faleni amen
Tata hayi ndikothulela umnqwazi uyasithuthuzela
Thixo akusikelele bawo
Undidilizile ngenxa zonke waluncothula njengomthi ukholo lwam😩🥺
Intshumayelo ka tatu faleni ..noba ukweziphi iimbandezelo iyakhulula..aphinde abuye amathemba
Rev faleni intshumayelo yakho yenza umehluko empilweni yam ndatshintsha umntu endandinguye ngoku ndingumntu phakathi kwabantu enkosi Tata😭😭
Yuu tata uyandivuselela ngaphakathi undenza ndicinge umama wam esangcwabeni
Ndiyayithanda intshumayelo yakho bawo iyomeleza
Haibo Haibo ngaduduzeka. ngeveki eyona enzima kum
Thank you 😭😭🙏🙏
Ndabulela ngokufaka ezinto ndoda keep on maplesh
Thank you😍🙌🙌🙌🙌
Keep it up Admin. Thank you
Sondle bawo Ngconde ngathi kuyizolo xa ndiku mamele, betha mfo wakwa Thixo
Akubusise uNdikhoyo apho ukho akongeze ukondlakwakho iihasi ezilambele ilizwi