Rev Dr Vukile C. Mehana - "Yabona, ndinawe; ndiya kukugcina apho uya khona; andiyi kukushiya."

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 25. 08. 2024

Komentáře • 38

  • @SoniaYekane
    @SoniaYekane Před 2 měsíci +1

    Ewe tata unjalo owethu uThixo ubanathi ngamaxesha onke ,masinga mncami uThixo, Devine promise thanks you God 🙏🙏

  • @boikanyodiphoko7559
    @boikanyodiphoko7559 Před 2 lety +8

    I met him on the very same day at Cape Town international airport, I must say what an honour. Moya wa modimo o dutsi ho wena Rev Mehana.😢🙏🏾❤️❤️

  • @brendayoli2090
    @brendayoli2090 Před 9 měsíci +1

    Rev Mehana is my pillar of strength ,May God blessed him with many more years.

  • @zingisamadikane3478
    @zingisamadikane3478 Před 2 lety +2

    The Lord has blessed you Rev Mehana, to communicate His word to all who are open to it. My prayer therefore is that, He keeps you & protects you ukuze uqhubeke umsebenzela usondeza thina bantu kuYe!

  • @veliswawayi7086
    @veliswawayi7086 Před 2 lety +4

    I can't stop watching this Video kodwa nkosi

  • @pikolomziqaba196
    @pikolomziqaba196 Před 2 lety +2

    The last few minutes before this video ended. Ubethe kakhulu ndaziva zisehla inyembezi. Wow wandisikelela ekuseni umfundisi

    • @wgwanya141
      @wgwanya141  Před 2 lety

      Phila ngonaphakade, njengeKumkani bhuti maarn 🙏🏼

  • @nomviwomviwo4935
    @nomviwomviwo4935 Před 2 lety +1

    Tsii amen tata mawasifanele lamazwi yabona,ndinawe andiyi kushiya

  • @lisekomalawu9806
    @lisekomalawu9806 Před 2 lety +1

    Jesus, siyabulela tata.. sowuphela isonka endleleni ukhona uYesu osisonka sobomi

  • @eziledlamini868
    @eziledlamini868 Před 2 lety +1

    I can't get enough of this sermon

  • @kungentandoxaba876
    @kungentandoxaba876 Před 2 lety +1

    I love listen to Ntate Mehana

    • @wgwanya141
      @wgwanya141  Před 2 lety +2

      He lives for this, uyayiphila 🙏🏼

  • @lulamelamdzula1715
    @lulamelamdzula1715 Před rokem +1

    Ndakhe ndambona enam ndisifa😭😭😭😭kodwa it's like uphinde wandishiya emhadini nezinja ezifuna undiqwenga😭😭😭😭 my ancestors are my only hope

  • @MetsoMonyake
    @MetsoMonyake Před 5 měsíci

    Ntate Mehana is send by God from God 🙏🙏

  • @MetsoMonyake
    @MetsoMonyake Před 5 měsíci

    Hallelujah 🙏🙏

  • @ThandiMatiwane
    @ThandiMatiwane Před 3 měsíci

    Amen Tata

  • @khomotsofrance3924
    @khomotsofrance3924 Před 2 lety +1

    My God💕

  • @nozukonozuko7903
    @nozukonozuko7903 Před 2 lety +1

    He is being kept by that God who promised him before he knows that the Lord's calling was at the door

  • @jeffreylesaunako3982
    @jeffreylesaunako3982 Před 2 lety +3

    Am not a methodist but the sermons tša baruti ba lena di ya mphedisa

  • @oyamathamela7655
    @oyamathamela7655 Před rokem +1

    Yoh ❤😭😭😭💔

  • @kutalasingata2178
    @kutalasingata2178 Před rokem +1

    Amen 🙏🙌

  • @user-un8ht2qu1v
    @user-un8ht2qu1v Před 6 měsíci

    Amen

  • @lu1740
    @lu1740 Před rokem +1

    Haah! Intshumayelo endakhula ndiyazi, hayi isifanakalo.

  • @sbusisokenneth5621
    @sbusisokenneth5621 Před 2 lety +1

    Uyabona ndinawe😭😭😭😭😭ow yhin Bawo Mehana

  • @user-zx4ex1nm3p
    @user-zx4ex1nm3p Před 10 měsíci

    Shuuu 🙌🏾

  • @phumzamoyeni4036
    @phumzamoyeni4036 Před 5 měsíci

    Nkosi yam uyashumayela lo Bawo

  • @nomhledyushu3135
    @nomhledyushu3135 Před 2 lety +1

    🙏🙏🙏

  • @masandejokazi7542
    @masandejokazi7542 Před 2 lety +1

    Kodwa Thixo makasenzele nceba,be hold.

  • @yondelangculu8117
    @yondelangculu8117 Před 2 lety +1

    Rev Mehana 😢

  • @nomathamsanqametshile4276

    #ZolisaBhunguza nanku uTata the Prophet,onamava engumlomo kaThixo APHA owww siyambulela uBawo ngaye

  • @kanyisantshongwana3256
    @kanyisantshongwana3256 Před 2 lety +2

    His getting old now utatam❤️❤️

  • @yangamguzulwa3120
    @yangamguzulwa3120 Před 2 lety +2

    Awu u Mtembu madoda u Thixo maka mongezelele aqhubeke alande imi Moya edingayo emimangweni

  • @andymhlanga9698
    @andymhlanga9698 Před 2 lety +1

    Oh uyashumayela lotata!!