Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Nam Tatam ndazi kunjalo, qha kuba siqabuke imfama zimpampatha nathi lutsha siye sifune ukwenza ikuthanda kwethu nangona siyiboniswa indlela sifune uphuma ecaleni ngenxa yongazani nentlonipho. Ngxatsho Mnt'omkhulu👏🏾👏🏾👏🏾
Camagu nyawontle! Undiphakele i7 colours.
Camagu Mthembu, kuvakele!
Sibulela uba u Bawo / uTata osicaciselayo enganxibanga suit ogqiba afake intsimbi. Instead uhamba nge gaga wagqiba wafaka intsimbi zakhe
Kanene I suit le esiXhoseni sinayo 😂
Nam ndazi kanje.. u Tat’ u Nqevu ndakhe ndamva esithi nesele yonzakele iyaphinda ihlawulwe. Ndathi hayi kwaXhosa asiyazi lento; mhlawumbi kunjalo phaya kuma Mpondomise
Wayephazama uNqevu
Enkosi thole leduna🙏.
Camagu Tata.
Camagu Rhudulu simamele Zulu
Camagu!Mna bendinombuzo. Xa intombi iye yenziwa nzima, kwaza kwakhutshwa intlawulo lusapho oluthile ze kubuye kufunyaniswe ukuba usapho obeseluhlawulile ayinguye unyana wabo owenze nzima intombi. Kuye kuthiwena xa imeko injalo?
Ukuba ndikuva kakuhle bawo, xa umfana efuna lomntwana ibengowakhe kufuneka alobole unina, kuze kengok akhululelwe umntwana abengo wakhe?
Camagu tata, mna ndicela imvela phi ngesizwe samaHlubi
Hlala uphula phule apha ndizakuphathela
Ayikho le into tuu
Yeyiphi ekhoyo?
Yeyiphi ekhoyo
Yeyiphi ekhoyo mfondini?
CamaguIthethe ukuthi kengoku lentetha umfana akanaxanduva lakondla umntana xa ethe wamithisa emathile?Isiko lithini ngomntana ekuthiwa ugulela isiko lakulomfana, abe umfana engenazinjongo zakulobola intombi yasemathileni?
lentetha icacisa isiko apho lihamba khona iphinde ifundise abantu bangahambi bemithisa mabalandele umthetha wakwaxhosa ne siko lokuhlonipha utshate naye umntu phembi kokuba umzalise, xa uthe wamithisa lobola umama wontwana nitshate azakuba ngowakho umntwana Camagu .Iphinde ifundise naba bangekamoshi balazi isiko lihamba Phi
Akukho mntwana unogulela isiko engelalokowabo
Camagu bantu abadala bendicela ukungena kwi Mvaba institute ndinomdla ngofunda ngesixhosa sakowethu 🙏🏽👍🏽
Enkosi Bawo ndiyakuva, ndinombuzo nje omncinciXa kengoku lo mfana ebenze nzima intombi yase Mathileni athe esakusebenzaAbuye azocela ubuhlobo ngokuthi uyayilobola intombi, ze anikwe nomntana ngokuthethana kwabo Uye afike kowabo komfana abizwe ntoni okanye kanjani umntana lo ngoba ayingowekhuko???Ndicela ucaciselwa lo ndawo, camagu mzontsundu
Ewe kunjalo ayingowekhuko kodwa lonto ayenzinto Kuba iwonga lakhe lihlala lihleli ukuba uyinkulu uyakuba yinkulu Kuba unyuka nengalo ibikuzama ukungisa esosiphene sokuba umntwana abenoyise nonina
Nam Tatam ndazi kunjalo, qha kuba siqabuke imfama zimpampatha nathi lutsha siye sifune ukwenza ikuthanda kwethu nangona siyiboniswa indlela sifune uphuma ecaleni ngenxa yongazani nentlonipho. Ngxatsho Mnt'omkhulu👏🏾👏🏾👏🏾
Camagu nyawontle! Undiphakele i7 colours.
Camagu Mthembu, kuvakele!
Sibulela uba u Bawo / uTata osicaciselayo enganxibanga suit ogqiba afake intsimbi. Instead uhamba nge gaga wagqiba wafaka intsimbi zakhe
Kanene I suit le esiXhoseni sinayo 😂
Nam ndazi kanje.. u Tat’ u Nqevu ndakhe ndamva esithi nesele yonzakele iyaphinda ihlawulwe. Ndathi hayi kwaXhosa asiyazi lento; mhlawumbi kunjalo phaya kuma Mpondomise
Wayephazama uNqevu
Enkosi thole leduna🙏.
Camagu Tata.
Camagu Rhudulu simamele Zulu
Camagu!
Mna bendinombuzo. Xa intombi iye yenziwa nzima, kwaza kwakhutshwa intlawulo lusapho oluthile ze kubuye kufunyaniswe ukuba usapho obeseluhlawulile ayinguye unyana wabo owenze nzima intombi. Kuye kuthiwena xa imeko injalo?
Ukuba ndikuva kakuhle bawo, xa umfana efuna lomntwana ibengowakhe kufuneka alobole unina, kuze kengok akhululelwe umntwana abengo wakhe?
Camagu tata, mna ndicela imvela phi ngesizwe samaHlubi
Hlala uphula phule apha ndizakuphathela
Ayikho le into tuu
Yeyiphi ekhoyo?
Yeyiphi ekhoyo
Yeyiphi ekhoyo mfondini?
Camagu
Ithethe ukuthi kengoku lentetha umfana akanaxanduva lakondla umntana xa ethe wamithisa emathile?
Isiko lithini ngomntana ekuthiwa ugulela isiko lakulomfana, abe umfana engenazinjongo zakulobola intombi yasemathileni?
lentetha icacisa isiko apho lihamba khona iphinde ifundise abantu bangahambi bemithisa mabalandele umthetha wakwaxhosa ne siko lokuhlonipha utshate naye umntu phembi kokuba umzalise, xa uthe wamithisa lobola umama wontwana nitshate azakuba ngowakho umntwana Camagu .Iphinde ifundise naba bangekamoshi balazi isiko lihamba Phi
Akukho mntwana unogulela isiko engelalokowabo
Camagu bantu abadala bendicela ukungena kwi Mvaba institute ndinomdla ngofunda ngesixhosa sakowethu 🙏🏽👍🏽
Enkosi Bawo ndiyakuva, ndinombuzo nje omncinci
Xa kengoku lo mfana ebenze nzima intombi yase Mathileni athe esakusebenza
Abuye azocela ubuhlobo ngokuthi uyayilobola intombi, ze anikwe nomntana ngokuthethana kwabo
Uye afike kowabo komfana abizwe ntoni okanye kanjani umntana lo ngoba ayingowekhuko???
Ndicela ucaciselwa lo ndawo, camagu mzontsundu
Ewe kunjalo ayingowekhuko kodwa lonto ayenzinto Kuba iwonga lakhe lihlala lihleli ukuba uyinkulu uyakuba yinkulu Kuba unyuka nengalo ibikuzama ukungisa esosiphene sokuba umntwana abenoyise nonina