I know Im randomly asking but does anyone know of a method to log back into an Instagram account? I was dumb lost my password. I would love any help you can give me.
Guys this song whn my cousin brother sing for his later mother ngeloxesha nantsi I ibhokisi phambi kwakhe kwakuthi ndiyivule ndimvuse umastandy ndimbuze ukuthi wabashiya abantwana bakhe oooo bawo wayicula umntase ezothetha ngomamakhe jooooo ukufa
i've been listening to your videos wow am blessed my the lord be with your church through every challenges and temptations you meet along the journey because were people unite to praise the lord there are challenges and conflicts....many are called but only few are chosen...stay blessed
oko xa ndimamele le video kuvele kuphele bonke ubuhlungu entliziyweni yam itshanti yenu iyandibulala ......nkosi igubu lenu hayike yeah phambili guys love you
Hymn 337 Xhosa
1.Ndisondela kuWe
Thixo wami.
Kuphel'ixesha lam
Emhlabeni;
Kusondel'ukufa,
Ndiz'ephakadeni,
Ndibe phambi kwaKho
Thixo wami.
2.Ndolulel'isandla,
Ndithantase,
Kubugaxa-gaxa
Bale ndlela.
Kristu Ndlela,Nene,
Kukhanyiso lwami,
Se ndithembe Wena;
Ndikhokele.
3.Ndiya kulahleka,
Ndingenawe;
Ndiya kwenzakala,
X'ungekhoyo;
Kuyo le ntsunguzi,
Nakumlamb'omnyama,
Ma ndikhatshwe nguWe,
Msindisi wam. Amen.
ndiya vuma nawe buthi😭😭
Mandikhatshwe nguwe
I know Im randomly asking but does anyone know of a method to log back into an Instagram account?
I was dumb lost my password. I would love any help you can give me.
❤❤❤❤❤❤
Guys this song whn my cousin brother sing for his later mother ngeloxesha nantsi I ibhokisi phambi kwakhe kwakuthi ndiyivule ndimvuse umastandy ndimbuze ukuthi wabashiya abantwana bakhe oooo bawo wayicula umntase ezothetha ngomamakhe jooooo ukufa
Ndiya kulahleka,
Ndingenawe;
Ndiya kwenzakala,
X'ungekhoyo;
Kuyo le ntsunguzi,
Nakumlamb'omnyama,
Ma ndikhatshwe nguWe,
Msindisi wam
😭😭😭😭
Oh Thixo wam🙌Ndatsho ndalila😭😭 Ndolulel'isandla Ndithantase Kubugaxa-gaxa bale ndlela🙌🙌❤
This was my Granny's favorite hymn verse 3 is my favorite
Uyandibethela nanku umntu igubu. Big ups...ngase ndibambe isandla
This song lift up my soul may God Bless You Amen 🙏 🙌 ❤
Ndolulel' isandla ndithantase kobugaxagaxa balendlela....
Ndiyakulahleka Ndingenawe 🙏🙌
Ndiyakuhlaheka ndingenaweeeee...Hallelua. Blessed.
Ayise mandi le ngoma bethuna ohhh thixo wami obawo
Aaa Nkosi ndolulele isandla nam ndiyavakalelwa yile hymn(337)
This on trial uyayiva le hymn yho
Thanks bhuti
kamvelihle mapasa 😂😂😂
Here I am again the whole week I've been singing this song🙌🙌🙌
that is what I like about Methodists church oh kazi ndophelelaphi nabawo xanivuma oluhlobo
the girl in a jersey is fire....I feel her
i am so blessed god is great
i've been listening to your videos wow am blessed my the lord be with your church through every challenges and temptations you meet along the journey because were people unite to praise the lord there are challenges and conflicts....many are called but only few are chosen...stay blessed
Benele Zulu Glory be to God my brother
Ndoluleli sandla.....ah maan
my fave hymn
Ndolule'isandla... Ulukhanyiso lwami
Mandikhatswe nguweee 🙌🙌🙌🙌🙌😭😭😭😭😭😭
kuyo lentsunguzi nakumlambo mnyama mandikhatshwe nguwe msindisi wam
Ndolulele isandla nditantase
ndolulele isandla ndithandaze kobubugaxagaxa nkos yam,tsiiiii kuyavakala
Instruments yhooooo
Iculo lam
We going to Anshaw this year....come 25th of August 2017
we are waiting.......
Asisakukhumbuli ukuya eAnn Shaw bethuna sivalelwe yiCovid
awu ndatsho ndavuseleleka... ndolulele isandla nditantase
I was there :)
CR's😱😱
December 2022💔
Hallelujah
You miss this days guys
ukhna lomnta wkqal ulapha ngnen Hy uyayva undenza ndyve nm
Hey uyayiva ....bro akwaz vasa ndingakhalisi le ngoma qhoooooo
One way one heart.....oh lord
me too!!
oko xa ndimamele le video kuvele kuphele bonke ubuhlungu entliziyweni yam itshanti yenu iyandibulala ......nkosi igubu lenu hayike yeah phambili guys love you
eweeeeeeeeee
This is so great !!!