Iindaba Zethu | 07 July 2024

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 6. 07. 2024
  • 00:00 Intro
    00:55 I-Lawtons Africa imangelele i-ANC
    03:51 I-Gautrain izakuphazamiseka ngomso
    05:55 Bayavutha ngumsindo abahlali eKariega
    09:04 Kulumkiswa ngengqele emandla kweli
    10:55 Kusweleke abantu abahlanu kwingozi yemoto
    12:00 Izakuncedwa ngemal'imibutho yesisa
    14:39 Abantu abatsha bakhuthaza imfundo
    17:07 Imozulu yanamhlanje
    20:05 Outro
    Fumana Iindaba zolwimi lwesiXhosa ku- Channel 163 rhoqo ngoLwesibini, NgoLwesine, NgoMgqibelo nangeCawe ngentsimbi yesiXhenxe ngorhatya #Iindabazethu

Komentáře • 1

  • @samklelolatakisa1846
    @samklelolatakisa1846 Před 27 dny +1

    Abantu baseUitenhage bafanele ukuba nomsindo kodwa akuzonceda ngoba akukho uzoza azobanceda. Iphulo iAbantu literacy league Lihle kakhulu. Ngekungcono ukuba urhulumente angafaka isandla