Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Ukuba ngumntu makaqhube akwandisele ngesi siphiwo unaso mkhuluwa 👊🏾👊🏾✊🏾✊🏾
Rest easy gazilam , kwaukuva kwam ngokumnka kwakho bendicinga kuyadlalwa , imiyalezo yakho izohlala ehleli kuthi boss
We've Lost A Brother In The Industry. K-Distance From Stutterheim In Kubusi, Kwanga Umphefumlo Wakhe Ungalala Ngoxolo, Phumla Mfowethu😭😭😭
amazwi akho ngumculo ezindlebeni zam bhuti
Hay Bhuti untswempu...
🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥🔥
ulunqabe uthando olunjalo.. kwimihla esiphila kuyo.. lithamsanqa londwa uthola uthando ulunjalo,,,
Ma man kulonyaka uphelileyo bendivana nentombazana yaseCawa . Ndisuke eWelkom ndiyotshona ecawa yayisithi ibus xa isima eMakhanda ndizive ndisithi " NdingakuloNqontsonqa " looool it's all history now ... Ndandiphambana hey
Lo mbongo ndiwuthandile kodwa ndiwuve nge xesha elibi kakhulu. Ndiye ndohlukana nesithandwa sam seminyaka eyi 7 ndingazimiselanga kohlukana naye mna. Andiyazi ukuba ndiyoze ndiphinde ndidibane nolunjeya uthando, andinabhongo.