Nqontsonqa - Madoda Ndicel' ungayingeni

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 23. 08. 2024
  • on Google Play! play.google.co...
    on Spotify! open.spotify.c...
    on Deezer!
    www.deezer.com...
    on iTunes! itunes.apple.c...
    on Apple Music! itunes.apple.c...
    on Amazon! www.amazon.com/...
    on Tidal!
    www.tidal.com/a...

Komentáře • 103

  • @Nqontsonqa
    @Nqontsonqa  Před 6 lety +103

    Ndicela ukuthatha elithuba ndibulele kuye wonke umntu ozidubayo amamele lo mbongo, ndibhala kulo umbongo kuba ngowona mbongo ukhawulezileyo ukufika ku10 000 views, ndiyayiqonda ukuba i10 000 views isenokungabiyonto kwilixa elizayo kodwa ngoku yimpumelelo engaphaya kokuqonda kum ukufumana i10 000 views iinyanga ezimbini zingekapheli.
    Ndiyabulela kakhulu ndikwanqwena ukuba sibambane njalo ukuqhubeka ukuya phambili, Camagwini bantwana bomgquba👏

    • @mpumelelomcinga1785
      @mpumelelomcinga1785 Před 6 lety +2

      Andonwabi ncam xa kuthe kwaphela imini ndingawumamela lo Mbongo..

    • @sivezwelonke3800
      @sivezwelonke3800 Před 5 lety

      From Welkom FS ... Bayethe Tata!

    • @mahlaselaodwazukile2997
      @mahlaselaodwazukile2997 Před 5 lety

      Nqontsonqa ndikothulela umnqwazi ndoda yesxhosa yayenza lento

    • @mandilakhetyali578
      @mandilakhetyali578 Před 5 lety

      ziphi ezinye ingoma

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 5 lety +1

      Ezinye iingoma zifumaneka emacwecwe tata, amacwecwe am mabini lilinye kuwo yiR100, umntu uthi akuba nayo andikrwece noba kukula FB page 'Nqontsonqa' ukuze sidlulise umcimbi wokuthingiselana, kungenjalo zifumaneka kuzo zonke iiDigital platforms.

  • @thabisosmile5732
    @thabisosmile5732 Před měsícem

    Phumla ngoxolo nto ka Ndzotho🙏induku uyibekile ebandla,..umculo wakho undakhile ndiyabulela.

  • @bomishinga
    @bomishinga Před měsícem

    Yhooooooo!!! yho yho yhooo!!!
    Kweeeeek madoda!!

  • @NizoleNtobela
    @NizoleNtobela Před 21 dnem

    Fly high Mxhos'omhle🙌😭🕊️

  • @sisonkeblom2588
    @sisonkeblom2588 Před rokem +16

    R.I.P LEGEND🕊️💔

  • @thandazilealex8643
    @thandazilealex8643 Před 5 lety +11

    What Is Currently Happening In Our Country Led Me To This Song😭😢😤Owh Yiniii Braz, Owh Yini Bakhuluwa Yintoni Lena Siyenzanyo Kutheni Sasuke Sabazindlavini Ngoku? Kutheni Sasuke Sazizidlwengu Nababulali😡💔💔Sizinkunkuma Ngoku #RIP Nene... Xolweni Bantase, Xolweni Maqhawekazi Ethi, Magqiyazana Ethi Ngalamadoda Esingawo Ngoku💔

  • @mpumelelomcinga1785
    @mpumelelomcinga1785 Před 6 lety +16

    Listening from UCT.. nam ndicela ungayingeni Madoda, esi ayisiso madoda, masibuyele ebuntwini. Kungenjalo elam igama kula manyala lingakhankanywa...

  • @vukilevikile2139
    @vukilevikile2139 Před 6 lety +11

    Gqama uqaqambe Nqontsonqa ndiyayingena mna le 😊. Ndithi huntshu qhubekele phambili.

  • @lwando6070
    @lwando6070 Před 5 lety +5

    le grotmani yiLegend,m I'm a super fan. I have bought myself KULE album. muurr its LIT. I can't wait for the next album, hopefully it will this song. Umculo walenkokheli uchubekile.

  • @sinovuyomgogo7755
    @sinovuyomgogo7755 Před 5 lety +3

    Nqontsonqa Sikhona Xhegoooooo ,Ariyeeeeee Ngesihobe Ariyeeeee 😊😍😘😘😋😋
    Suyingena Kwedini ndinced'ungay'ingeni ,
    kuba hleze kant'iyoyelisa
    Suyingena Mfondini
    ndinced'ungay'ingeni ,
    kuba hleze kant'iyonyelisa
    Suyingena mfo ka bawo
    ndinced'ungay'ingeni ,
    kuba hleze kanti yokunyembisa 😭😭😭😭
    😍😍😍😍
    Xhosa Poetry does Live 🙌

  • @xhantifasi8714
    @xhantifasi8714 Před měsícem

    Yhini madoda!

  • @phumelelosilingile6311

    Diya cwala ngawe Mkuluwa
    Eyamadoda ayingenwa enye nenye iyazimela Ndim u Phumelelo ndiya yiqina lengoma ✌️🤙

  • @ntombizethunyakambi9442
    @ntombizethunyakambi9442 Před 5 lety +3

    Ukuba nje amadoda anokuvuselela iziyalo abazinikwayo ngale ngoma mhlawumbi isizwe singazuza nto. Bethuna ubawo andincede kwelam isana lingabi yinkunkuma. Usebenzile kwedini embi.

  • @user-ml1hz9in7y
    @user-ml1hz9in7y Před 9 měsíci +1

    Phumla ngoxolo Jita, lala ngoxolo fowe2

  • @asalintomqulo2235
    @asalintomqulo2235 Před 3 lety

    Emva kwalento yenzeke eQuigney eMonti, ndizive ndicinga lengoma😭😭Nqontsonqa 🔥🔥

  • @luvuyomafilika4035
    @luvuyomafilika4035 Před 5 lety +1

    Kwewu!! Madoda ndicel'ungayingeni. Ntinga ntaka ndini❤

  • @aphiwesimelela3791
    @aphiwesimelela3791 Před 3 lety

    Yhini madoda!!....hay nam Zotsho andiyingeni mkhuluwa!

  • @okuhlethombe2058
    @okuhlethombe2058 Před 6 lety +2

    Nqontsonqa bhuti👏👏👏🔥🔥🔥 Ndicel'ungayingeni ♥

  • @ncumisanodunyelwa567
    @ncumisanodunyelwa567 Před 5 lety

    Andazi nokuba ndinecrush kuwe okanye kumsebenzi wakho, ndinecrush nje qha😍😍😍😍😍

  • @awonkempahleni
    @awonkempahleni Před rokem +1

    Iqhawe madoda Rip💔🥺

  • @vuyisasigonyela
    @vuyisasigonyela Před 4 lety +2

    hayi uyandonwabisa mfowethu , ndiyazingca ngokubangum-xhosa , noko Umhlobo wenene uyafuneka nokuba yi-Interview nje enye :(

  • @philasandedanster2618
    @philasandedanster2618 Před 5 lety +5

    Yhini madoda Ndicel' ungayngeni. aysiso.. Phambili Nqontsonqa

  • @lukhanyokumkani1475
    @lukhanyokumkani1475 Před 6 lety +1

    Hay shuuuuuuuuuuuuuuuu..... madoda mna andizi..... ndicel ungayngeni

  • @yonwabanongogo9086
    @yonwabanongogo9086 Před 4 lety

    Nindixolele ngoqala ndithathe kwelasemzini kodwa ke; This is why it is so important to be in touch with your roots, culture.
    Xa bexhaphaza bazimela ngobudoda nange siNtu, ungabeva bebetha, bebulala, besithi, "Ndiyindoda!". IsiXhosa asikukhuthazi oku, it does not encourage toxic masculinity! Ingaske beve la mbongo wakho othi "Ndim indoda", bangcamle bacamngce.

  • @asezamayaphi4498
    @asezamayaphi4498 Před 5 lety

    Ngxatsho Mxhosa. Ndiyazingca ngoba Yindoda Yomxhosa ecelungayingeni

  • @Mr_SKLondon
    @Mr_SKLondon Před 4 měsíci +1

    Lala Ngoxolo ntoyakuthi🤍🕊️

  • @masibuleleshanenxopo993

    Nam madoda ndicel ngay ngenii...💯

  • @sfisomadondo3192
    @sfisomadondo3192 Před 11 měsíci

    bhuti uhaya kamnandi you present power

  • @sivembasa2202
    @sivembasa2202 Před 6 lety +2

    ey bra mibongo yakho yafundisa xana umntu efuna ufunda keep on the gud work bhuti

  • @lisalethuketile6986
    @lisalethuketile6986 Před 6 lety +1

    keep it up Ndoda ...nam cel'ukungayingeni

  • @themba2374
    @themba2374 Před 6 lety +1

    Dope as ever!!! Gxatsho mntwanomgquba ukhawuleze ke necwecwe.

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 5 lety +1

      Heh mfondini, iindaba ezimbi kukuba ndilirhoxisile kuba ndifumene ntontle, eyakwenza xa sele ndilenza lithi ukuqhakaza ngamandla

  • @vuyosishuba4223
    @vuyosishuba4223 Před 5 lety

    Nqontsisitho ndoda amadoda siyabulela kumkani ngesisiphiwo unaso sokukwazi ukutyilelwa uboniswe izinto hayi ngokwenyama kuphela uboniswe nangokomoya uyenye yengqhondi mfokaBawo

  • @asiphempini9110
    @asiphempini9110 Před 6 lety

    Dope Dope Dope, untswempu bra, imnandi kwayona

  • @ntombikayisentombie1785
    @ntombikayisentombie1785 Před 6 lety +2

    You are the best bhuti Nqontsonqa keep up the good work.

  • @ongienonco1936
    @ongienonco1936 Před 6 lety +2

    keep it up bhuti

  • @zikhanyilevena1313
    @zikhanyilevena1313 Před 5 lety +1

    Awu ..madoda ndicela ngayingeni .yavakala mfo kabawo

  • @namhlanenemba3610
    @namhlanenemba3610 Před 4 lety +2

    I love you 😭❤️👏

  • @athenkosibadlezana7914
    @athenkosibadlezana7914 Před 6 lety +2

    tini lo bhuti madoda uyandondla ngamagama

  • @okuhleokxxhinti8430
    @okuhleokxxhinti8430 Před 6 lety

    Mahleee Mkhuluwa!

  • @balenidumisani296
    @balenidumisani296 Před 5 lety +1

    perfect piece. massage heard.

  • @makhiyahkeemfibi8046
    @makhiyahkeemfibi8046 Před 6 lety +8

    UJipsy uwavulile amehlo

  • @amandamazim7837
    @amandamazim7837 Před 6 lety +3

    Ndicel' ungayingeni🙆🙆🙆

  • @tamsanqagobizembe3714
    @tamsanqagobizembe3714 Před 5 lety +1

    nam ndicel' ukungayingeni

  • @aphiwenyongo1278
    @aphiwenyongo1278 Před 6 lety +2

    Nqontsovich! Ndicel'ungayingeni.

  • @sakhedekeda3057
    @sakhedekeda3057 Před 4 lety

    Ndcela ungeyni nqanda mnakwethu bayaphela sisi bethu 😹😹😹

  • @jamamasitembe9459
    @jamamasitembe9459 Před 6 lety

    Ndicela ungayingeni bra nam andizi

  • @lurarooi9736
    @lurarooi9736 Před 2 lety

    Ndisacela ungayngeni nakulo 2021

  • @lukhanyogiqwa1363
    @lukhanyogiqwa1363 Před 3 lety

    Amazing🙌🙌🙌

  • @thembekilenohesi1378
    @thembekilenohesi1378 Před 5 lety

    uyagalela thole lomgqhuba ndithi ngxashoke

  • @avuyamatshata6613
    @avuyamatshata6613 Před 6 lety

    Ungayingeni nyani bawo

  • @sakhedekeda9822
    @sakhedekeda9822 Před 6 lety

    Camagu mnakwe2 sbamba ngazo zozbini ndcela ungayingen

  • @musakepe4865
    @musakepe4865 Před 6 lety

    Ngxasho mkhuluwa..!

  • @aphiwengqaneka1841
    @aphiwengqaneka1841 Před 6 lety

    Nam andizuyngena mntakwethu

  • @lungilemoneli382
    @lungilemoneli382 Před 6 lety

    Ewe Nqontsss.....Ewe Nqontsovich

  • @sizwematinsi4101
    @sizwematinsi4101 Před 6 lety +1

    Imnandi Mkhuluwa

  • @xabisongese6781
    @xabisongese6781 Před 4 lety

    Nam andiyingeni Zotsho

  • @ziziphomange4560
    @ziziphomange4560 Před 5 lety +2

  • @lukhanyomeslane7075
    @lukhanyomeslane7075 Před 3 lety

    Lukhanyo Meslane for more like this

  • @aphendulechulumanco6345

    Mahle angcwengile mkhuluwa

  • @nkululekomalandela6673
    @nkululekomalandela6673 Před 6 lety +1

    madoda

  • @thekorichard1754
    @thekorichard1754 Před 6 lety

    Ahw madoda....

  • @zusivelande2492
    @zusivelande2492 Před 6 lety

    hayke nam besendicela ungayingeni

  • @lukhanyolukhanyo4382
    @lukhanyolukhanyo4382 Před rokem

    🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏🙏

  • @vuyolwethukokisi7920
    @vuyolwethukokisi7920 Před 5 lety

    Mahle Zotsho.

  • @sihlenkumanda424
    @sihlenkumanda424 Před 5 lety +2

    wow umculo wakho,if a person wants to book you wenza njani?

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 5 lety

      ungandithumela iEmail ku- nqontsonqa@gmail.com and we do the booking discussion siswam, enkosi

  • @baxolelephike1850
    @baxolelephike1850 Před 6 lety

    Mahle zotsho elitshe kuvokothekile

  • @phumlathafeni779
    @phumlathafeni779 Před 6 lety +1

    I wish I knew you long ago

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 5 lety

      zigqampa zibuyele Sis' Phumla kodwa noko nangoku akuphoswanga nto noko, camagu

  • @anelenkomo2637
    @anelenkomo2637 Před 6 lety

    Mahle angcwengini mkhuluwa

  • @azolaxhala5830
    @azolaxhala5830 Před 6 lety

    ukuba anikhuzek mna mandim'ecalen

  • @pilpilncapayi2661
    @pilpilncapayi2661 Před 6 lety +2

    Hey! Kwamna ndicel'ungay'ngeni

  • @lisahmadyibi8967
    @lisahmadyibi8967 Před 6 lety

    👌👌❣

  • @zusakhenombombo2430
    @zusakhenombombo2430 Před 5 lety

    ngxatsh'mxhosa

  • @vuyanibiyana1225
    @vuyanibiyana1225 Před 4 lety

    how do I download nqontsonqa's music?

  • @Thoranation_SA
    @Thoranation_SA Před 6 lety

    ✌✌👍👌

  • @bhongosinxo6248
    @bhongosinxo6248 Před 6 lety

    Ndingalifumana phi/njani icwecwe lakho?

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 6 lety

      Bhota mhlekazi, ngxesi ngokuphendula kade, iCwecwe ndilithumela ngePosi R150, xa unayo ndikunika iinkcukacha zeBhanka ze ndithathe iDilesi yakho, emva koko uyakuthi wakuthumela nam ndileqe ePosini ndiyokukufakela icwecwe.
      Camagu
      Nqontsonqa

    • @bhongosinxo6248
      @bhongosinxo6248 Před 6 lety +1

      Nqontsonqa ndakwenza njalo

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 6 lety +1

      siyenze lula mpela ngoku tata
      on iTunes! itunes.apple.com/…/ayindim-ndenzeni-ndi…/1435088091…
      on Apple Music!
      itunes.apple.com/…/ayindim-ndenzeni-ndi…/1435088091…
      on Spotify! open.spotify.com/album/4oIDC3RTucORqlnCJ415pf
      on Tidal!
      www.tidal.com/album/94519188
      on Deezer!
      www.deezer.com/album/72251922
      on Google Play! play.google.com/…/Nqontsonqa_Ayindim_Ndenzeni_Ndifu…

    • @bhongosinxo6248
      @bhongosinxo6248 Před 6 lety

      Heke! Enkosi mntakwethu. Bendizakubuza ukuba ndingakufumani njani ecaleni.

    • @Nqontsonqa
      @Nqontsonqa  Před 5 lety

      xa undifuna ecaleni ndikhona ku fb page 'nqontsonqa' kungenjalo iEmail ngu- nqontsonqa@gmail.com

  • @nikmansa1425
    @nikmansa1425 Před 5 lety +1

    Uthetha kamnandi ntoyakuthi, ubhentsisa inyani zodwa.
    Gijananikile@gmail.com xa ufuna I beat ndikubethele

  • @mandisikom1119
    @mandisikom1119 Před 5 lety

    Yho uyagadlela mfo kabowo.....