Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Aww nkosi yam Gaba utyhila iimfihlelo zezulu ngoku
Tsiiii!! Lalitsha ilizwi.Rholani iingubo entle nimombathise. 🙌🙌🙌🙌
Whow siyabonga🙏🙏Msuthu
Yes Lord.Let us be guided by God🙏
MakaBongwe uThixo Mfundisi, ngesisityhilelo, " sibetha lomfana wombathiswa ingubo ..." ❤
Isambatho asibolekisi Somandla yeyakho yasindisa uYosefu
Wasikwa yimfesane engummangaliso wakubona unyana obelahlekile wabuya wafunyanwa.Mthweseni isidanga nimambathise ingubo ende.Waguquka.....
Eyi Nkosi yamUfefe luka Thixo oluhamba phambili🙌🙌
Ukhona UThixo osindisayo woow Nkosi Yam sibulela izicaka zakho osithuelela zona ukuba basicacisele ngezwi lakho
Nkosi yam.Wathi wakuziqonda.Mighty God 🙌🙌
Wow!! Ndiyakusuka ndiye kuBawo, ndithi kuye Bawo ndonile. Shuuuu!!!!
Awuuuu madoda 👏🏽 👏🏽
Ewe Nozinga
Eyi Nkosi yam. Wazokufuna.
Awu Moya oyiNgcwele. Umzali wasikwa yimfesane.
Amen Mfundisi wam
Praise God 🙏 🙏
Turning point yobomi bomntu. Conversion. Moya oyiNgcwele 🙏
Awuu nkosyam
Awu Nkosi yam. Uyintoni na umntu lento umnonelele kangaka? 🙏🙏
Forgiving parent. Tsiiii
Ukwambathiswa.Moya oyiNgcwele 🙏 🙏
Praise God 🙏 🙏Glory to Jesus 🙏 🙏
Makabongwe uThixo Mfundisi 🙏🙏
Mighty God 🙏 🙏
Yhooooo!!! Mfundisi.Ingubo🙌
Shuuuuuu!!! Uza nayo Mfundisi leNtshumayelo.You are blessing ME🙏🙏
Aww nkosi yam Gaba utyhila iimfihlelo zezulu ngoku
Tsiiii!! Lalitsha ilizwi.
Rholani iingubo entle nimombathise. 🙌🙌🙌🙌
Whow siyabonga🙏🙏Msuthu
Yes Lord.
Let us be guided by God🙏
MakaBongwe uThixo Mfundisi, ngesisityhilelo, " sibetha lomfana wombathiswa ingubo ..." ❤
Isambatho asibolekisi Somandla yeyakho yasindisa uYosefu
Wasikwa yimfesane engummangaliso wakubona unyana obelahlekile wabuya wafunyanwa.Mthweseni isidanga nimambathise ingubo ende.Waguquka.....
Eyi Nkosi yam
Ufefe luka Thixo oluhamba phambili🙌🙌
Ukhona UThixo osindisayo woow Nkosi Yam sibulela izicaka zakho osithuelela zona ukuba basicacisele ngezwi lakho
Nkosi yam.
Wathi wakuziqonda.
Mighty God 🙌🙌
Wow!! Ndiyakusuka ndiye kuBawo, ndithi kuye Bawo ndonile. Shuuuu!!!!
Awuuuu madoda 👏🏽 👏🏽
Ewe Nozinga
Eyi Nkosi yam. Wazokufuna.
Awu Moya oyiNgcwele. Umzali wasikwa yimfesane.
Amen Mfundisi wam
Praise God 🙏 🙏
Turning point yobomi bomntu. Conversion. Moya oyiNgcwele 🙏
Awuu nkosyam
Awu Nkosi yam.
Uyintoni na umntu lento umnonelele kangaka? 🙏🙏
Forgiving parent. Tsiiii
Ukwambathiswa.
Moya oyiNgcwele 🙏 🙏
Praise God 🙏 🙏
Glory to Jesus 🙏 🙏
Makabongwe uThixo Mfundisi 🙏🙏
Mighty God 🙏 🙏
Yhooooo!!! Mfundisi.
Ingubo🙌
Shuuuuuu!!! Uza nayo Mfundisi leNtshumayelo.
You are blessing ME🙏🙏