Amaxhosa ase Bizana Mwanda.

SdĂ­let
VloĆŸit
  • čas pƙidĂĄn 13. 09. 2024
  • Video from đŸŒčTarLidsđŸŒč

Komentáƙe • 7

  • @nolwazincwadi4233
    @nolwazincwadi4233 Pƙed 2 lety

    Asingawo amaXhosa ngaMampondo singaMaMpondo sinobukhosi bethu singamaMpondo ndizama ukulungisa umehluko phakathi kwamaXhosa ngamaMpondo enkosi🙏👏

    • @mbekosonjica1753
      @mbekosonjica1753 Pƙed 2 lety +10

      Ewe siyayazi lonto. Kodwa ke lana ngamaxhosa ngokwesiko lokwaluka suzenza isbhanxa ngoba uyayazi lonto.

    • @reyamolebogaenkosi7056
      @reyamolebogaenkosi7056 Pƙed 2 lety +3

      Sizizindlu ngezindlu empumakapa kukho amamfengu,gcaleka ,mpondomise ,bhaca ,Thembu ,mpondo nabanye sonke singuXhosa nasesikolweni sifunda isixhosa

    • @xolaninkosana2125
      @xolaninkosana2125 Pƙed 2 lety +2

      Bongiswa sithetha ngokwaluka Amabhaca enza isihlubi same as abathembu so asiso isixhosa esi

    • @Mamakhe048
      @Mamakhe048 Pƙed 2 lety +3

      Uwoaw! Hlelinje kukho calucalulo! Kle EC đŸ˜đŸ˜©
      Okusalayo nithetha isiXhosa and counted as amaXhosa...amen!

    • @liwalammfana2529
      @liwalammfana2529 Pƙed 2 lety

      @@xolaninkosana2125 sisiXhosa esi dyani kaluko asino qhuba ngokufana nam xa ndinga fika kwezinye ndawo ndinga mangala...