Komentáře •

  • @khuthalabongoza2075
    @khuthalabongoza2075 Před 23 dny

    Mama Lelokoe ingathi uhlabelela apha ngaphakathi kum. Akwaba UTHIXO wakho angakugcina uhlale uphilisa imiphefumlo yethu, Sicakakazi SIKATHIXO. Ndiyabulela

  • @khuthalabongoza2075
    @khuthalabongoza2075 Před 23 dny

    Mama Mongamekazi Lelokoe, "Into oyiphathisiweyo NGUTHIXO ungayilahli" uhlale unje Sicakakazi seNkosi. Every time ndikumamele ndikubona ndiyaphila ngaphakathi. Keep on doing this good work, Mama.