Cutting Edge | 26 April 2022

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 5. 09. 2024
  • Ukufumana ezinye iindaba, ndwendwela i-sabcnews.com, #SABCNews #SABCIindaba #CuttingEdge kumajelo onxibelelwano.

Komentáře • 15

  • @mamellomaponopono2990
    @mamellomaponopono2990 Před 2 lety +1

    This episode took me back to when I lost my dad 2006 at Musong Easterncape Sterkspruit

  • @siyathembasiazmatshaya7074

    Bantu base Eastern Cape please vote ActionSA 2024

  • @kaybeegqwabs3230
    @kaybeegqwabs3230 Před 2 lety +1

    Yhoooo yhoooo oko kwalawula abantu abamnyama hayi isizwe sakowethu sisengxakin ngqo jonga for 28 years oMaspala benikwa imali yokwenza ezizinto but abazenzi and ababuzwa nto kuba kalok ngamaqabane hayi kunzima aphi na amabhulu noko namapasi sesinawo

  • @kaybeegqwabs3230
    @kaybeegqwabs3230 Před 2 lety +5

    Kwalo uthethela uRhulumente andiqondi uba uyaziva lento aythethayo cos qho xa kuvela ingxaki enje usoloko ethetha lento inye hayi marn

  • @ntombikayisemurielgwija3349

    Mongameli ujongile na ukuhlupheka kwabantu , ukulilakomntu akulolize ku Thixo , ubekwe ukuba ukhokele njengo Moses wena unikela kubantu abangena Nceba 😭😭😭💔💔💔💔💔iyeza imini yokuvulwa kuwencwadi zemisebenzi , imini zonke imbuso zababantu balilayo bekude kuwe ngalomini bazakubakufupi

  • @nkanyezisithole7381
    @nkanyezisithole7381 Před 2 lety +3

    The saddestpart is that they continue to vote for da ANC

  • @phathekamhlifiliphathekamh8600

    Ngeke ayilunganga Tu lendawo akuyo ndawo engahamba abantu le abantu basemakhaya abajongwa apha kweli
    lizwe

  • @nonhlanhlandaba6582
    @nonhlanhlandaba6582 Před 2 lety

    U phi u khansela wendawo bandla abantu bafa kanje?

  • @yandisaxundu9030
    @yandisaxundu9030 Před 2 lety

    Uyahlupheka umntu omnyama eSouth Africa andinabhongo. It's very sad to watch

  • @mondemesani1582
    @mondemesani1582 Před 2 lety

    IANC yoyisakele kuzo zonke iindawo elawula kuzo,ngesike sizame omnye umbutho kuba lide elithuba

  • @sibusiso41
    @sibusiso41 Před 2 lety

    Oooh nkosi yam yintoni na le kutheni abantu bakuthi bengalungiselelwa? Maziqine ezontsapho uThixo abosule inyembezi bomelele

  • @mamellomaponopono2990
    @mamellomaponopono2990 Před 2 lety

    Eastern Cape 😢😢😢

  • @kaybeegqwabs3230
    @kaybeegqwabs3230 Před 2 lety +1

    Kokugqibela Rhulumente khawke uphinde uyijonge lento yabaceba naba Maspala uba ayo waste of time and resources na uke uqwalasela iinkosi nosibonda kuba ngabo abasoloko bewa bevuka nabahlali hayi abaceba ba useless😠😠