Nqontsonqa - Nam ndingomnye wabo

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 12. 09. 2024

Komentáře • 9

  • @fistosworldartqnts7003

    Nam ndingomnye wabo bro👊🏾

  • @mivuyomarawuu3489
    @mivuyomarawuu3489 Před 5 lety +3

    Nam Ndingomnye Wabo Mxhosa... Utsho Kuvokotheke.... Tsho-Tsho Ubengumxhosa Tsho-Tsho Ubeyindoda

  • @manzinisiyabonga6142
    @manzinisiyabonga6142 Před 5 lety +2

    Ndisasekhona nanamhlanje, ndinawe bawo....🙌🙌🙌🙌 nam ndingomye wabo 💥

  • @yandisadumisa6214
    @yandisadumisa6214 Před 5 lety +1

    Nam ndingomnye wabo,abo babhala bengayeki bekhuthazwa Sisxhosa skaNqontsonqa.Aluta Continua Mkhuluwa ✊🏾⚡🙌🏾🙌🏾🙌🏾❤️

  • @asivemaqhubela798
    @asivemaqhubela798 Před 5 lety +1

    Ngxasho mXhosa👌😊

  • @bishop9998
    @bishop9998 Před 5 lety +3

    Nam ndingomnye wabo, abafike before 5 comments and 50 views ndingomnye wabo abafike before 9 likes 👍

  • @onkekoko3759
    @onkekoko3759 Před 5 lety

    Noba incinci kangakanani ungaze ungaqhekezi💪

  • @AzlanMakalima
    @AzlanMakalima Před 5 lety +1

    Nam ndikwangomnye wabo Nqo