Oh! Le ngoma iyandisikelela kuba ebomini kufuneka umntu anxanelwe uThixo kunokunxanelwa izinto zalo mhlaba kuba zona zigqibela ngeenyembezi kanti Yena uBawo ububomi
Oh! Le ngoma iyandisikelela kuba ebomini kufuneka umntu anxanelwe uThixo kunokunxanelwa izinto zalo mhlaba kuba zona zigqibela ngeenyembezi kanti Yena uBawo ububomi
Thank you thank you guys. May the Lord continue to receive all glory and honor.
Rest easy bro
Oh! Le ngoma iyandisikelela kuba ebomini kufuneka umntu anxanelwe uThixo kunokunxanelwa izinto zalo mhlaba kuba zona zigqibela ngeenyembezi kanti Yena uBawo ububomi
Wow!!! the beat, lyrics Lets praise the lord!!!!
wooow M SIYA God bles u my brather n i wish u all de best we lv u from Richardsbay(Mzingazi)
Ohhh nkos yam kwaze kwakuhle empufumlwen wam God bless u M Siya
yooo i am feeling so bless by this song. May the almighty bless you M-siya may the God of israel offer you all the best
nice music nceku I'm blessed
m blessed by this song ... ngizwa sengathi ngsendlelen yam eya ezulwin
Thank you this song bless me
Uwhoooooo uMthembu. Death robbed us but God has a last say.
Ewe Maaaaaan, Culwa kamnadi le Ngoma, indeed message sent well GOD BLESS YOU
Iyafuna njalo intliziyo yam, He opposes the proud but gives grace to the humble...MASUALLE.
Iya ndiphilisa le ngoma, ndithi ndakuyidlala ndilile ndilile ngoba yayiyingoma Kamakhulu nomama.
This is really a nice song, thank you Jesus
nceku ngeke uze kuthixo nabo sisi abangambethe..mabafihle ithembeli.likajehova Bantu...umnandi mculo wakho nceku kathixo..Nkosi ikubusise uyephambili
awuve ungibusisa my brother, mana njalo
Jesuuuuuuuuuuuuuuuuuuuuus ihlabathi liyasongwa ulibele kukudlala nje, siyabonga Boet asiqhubekeni Makholwa sikhonze uBawo....
what a blessing keep it up son. Uyangiphilisa nyan nyan.
Hallelujah hallelujah hallelujah 🙏🙏🙏👏👏👏 Amen
igama ngu M-Siya and ititle yiyo le ithi Iyafuna Intliziyo. yayifumaneka eLook and Listen last i checked.
Kodwa kufa ulixelegu.
I'm truly humbled.
wow wathath wabek ndodan ameni wabusisa
Please get your friends to check this out too!
Ndithi mandizokukroba Mthembu.
Iyandibusisa maan lengoma.
aah iyandisikelela elinculo phambili MSIYANA UTHIXO AKUSIKELELE BRO
ngubani lo ucula apha, cela negama le album
Ingoma zakho ziyandivuselela mhlekazi.
Oh! Le ngoma iyandisikelela
good work, bhuti uyasikelela umculo wako.
inxaniwe inhliziyo yami thixo.inxanelwe wena.ama
My daddy I'm blessd
what a nice song
U left us to soon
IMNANDI YONA INGOMA KODWA AKE AFUNDISE OOSISI ABA BAFUNDE UKUNXIBA HAYI IMIZIMBA NGAPHANDLE KUMNTU ESCULELA YITEMPILE UMZIMBA AKUYONTO YAKUVEZWA NGAPHANDLE THANKS
Thixo wam akwaba uyawuva lombongo umnandi kangaka
Ow inxaniwe intliziyo inxanelu thixo ewe lowo waziwayo ongophilile uyasivuselela bhuti phambili ngokholo mfowethu
J D ABAKUYEKE INDUMISO ISEGAZIN KEEP ON MSIYA I LIKE YEBO NKOC NGOMILE
wow.. thanx a lot.
Thank you, though I don understand.
M-Siya
Kufa ulisela
cela gama le album plz/
Ewe lowo waziwayo ungophilileyo
Yhoo am so blessed Oko ndiyiphinda phinda..
good one my boet siya nqabile e mtn
Ll
Oh! Le ngoma iyandisikelela kuba ebomini kufuneka umntu anxanelwe uThixo kunokunxanelwa izinto zalo mhlaba kuba zona zigqibela ngeenyembezi kanti Yena uBawo ububomi