Zimbini - Zawa (Official Lyric Video)

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 13. 04. 2024
  • Follow Zimbini:
    / zimbini_makwetu
    / zimbinimakwetu
    / zimbinimakwetusa
    / zimbinimakwetu
    More About Zimbini:
    linktr.ee/zimbinimakwetu
    Lyrics
    Ngethemba sizoxola
    Ngethemba izodlula lendebe
    Yhaz inyembezi zam
    Zinendlela yokuzosula
    Yhaz intliziyo yam
    Inendlela yokuzixolisa
    Kwanamanxeba am
    Anendlela yokuzipholisa
    Ngekhe ndifunge ndithi
    Inyembezi zam aziweli phantsi
    Zawa zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Zawa zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Zawa zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Zawa zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Izodlula lendebe
    Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
    Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
    Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
    Nob’iyasinda ledyokhwe bambelela
    Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
    Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
    Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
    Nob’iyasinda ledyokhwe bambelela
    Zawa (Ngxe kaloku) zatshona (yehla kaloku)
    Zoma nko o (kuyeyedlulwa kaloku) ndaxola
    Zawa (Ngxe kaloku) zatshona (yehla kaloku)
    Zoma nko o (Iyedlula lendebe) ndaxola
    Zawa (Uzawbangathi ubalis’ibali uthi waaxola) zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Zawa (Izawbangathi ubalisibali uthi waaxola ah) zatshona
    Zoma nko o ndaxola
    Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
    Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
    Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
    Nob’iyasinda ledyokhwe bambelela
    Akulahlwa mbeleko ngakufelwa
    Kuyaqhutyekwa kulalwa ngalendawo inenxeba
    Thuthuzeleka sukulila vuseleleka
    Nob’iyasinda ledyokhwe bambelela
    #afropop #zimbini #africa #music #pop
  • Hudba

Komentáře • 13