Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Camangu gogo siyabonga imisebenzi yakho qubeka usiphilise ❤❤
Camagu kwizi khawu-khawu indlondlo zoZulu oMchenge 🙏
Gogo masiphile tolokazi
Utholakala njani bantase uGogo
go to isintu siyabukwa on FB uzofumana iformanation ethe vetshe
@@AERIESSAIsintu sibasiza ngani abantu njengoba sonke sinezinkinga sigqine sesifile nje?
Camagu itshoknandi ingoma thokoza
Cela uThixo angisizi emntaneni wami kwinto endingayazi ukuthi yini ihamba ibuya cela uNkulunkulu angisize ayitshabalalise xaiyinto engalungile akhanyise ukt yini maiyinto elungile senzeni ekufuneka siyenzile, Camangu Gogo ngibonga ngiqala uva imithandazo yakho namhlanje ngokholo nethemba loba imithandazo yakho iyakundisiza nami nengane yami🙏
Camagu Ndlondlo yamaTolo phambili ngomsebenzi omhle tshotsho ubekhona
Camagu Ndlondlo yamaTolo Mambhele 🙌🙏❤❤❤
❤wow intle into ka gogo
Kazi mna lo ugulayo ungakwazi kwaa uxhentsa kodwa inentlonyi underground gang 😢😢
Mabudede ubumnyama kuvele ukukhanya. Ndyapila apa nangengoma . Camagu mama wesizwe, ndlondlo , Dimasa tshotsho ugule kuzopila thina
Camagu gogo, mabaphile abantu👏👏👏🕯️🕯️
Simbulela uThixo ngawe Tolokazi Gogo wesizwe 🙏 makudede ubumnyama kuvelu kukhanya Camagu
Ewe mama makuvuleke izinto Tolokazi🕯🕯🕯🙏🙏❤
UGogo wethu esiphiwe nguNkulunkulu Camagu Tolokazi❤️❤️❤️
Ndicela aphupho wam nomyeni wam acace Gogo makukhanye Tolokazi
Gula mtanethongo kuphila bantu
Camagu Tolokazi inkulu into oyiphathi siweyo 🙏 oko ndanyathela apho into zatshintsha
Camagu Tolokazi 🙏 ingahla ndide ndidibane nawe mchenge
Makudede ubumnyama kuvele ukukhanya 👏🏽👏🏽
Ndiyathemba ngunyaka wokukhululeka kwezinto zam lo indlela endivele ndigcwale ithemba ngayo xa ndibukele video zika Gogo
Camagu Mama wesizwe ndyapila apa
Ndicela umsebenzi Gogo khanyisa nakum 😢
Camagu Gogo... UThixo akugcine sisaku buka Tolokazi❤
Camagu Mamntolokazi ❤️❤️ oww maCira ngase belapho😢 Camagu
Ndicela uncedo gogo kwisithwalo esisekhaya esigqiba umzi
❤❤Camagu gogo
❤❤❤
Camagu gogo
Gogo cela ndithandazise kuvuleke bendibiziwe lst for interview ndayipasa so snc ndilindile for training nangoku🙏🙏
Makudede ubumnyama kuvele ukukhanya ... camagu
Camagu Ndlondlo qhubeke uphilisa abantwana bakho uthunyelwe njengesthunywa uzonceda sizwe sicela mpilwende nakuwe zezithi zonke izihlwele ezinebango Gazini lakho zibonakale zinyakama zikukhanyisele ngakumbi qhubeka gogo❤👏
I love you gogo
Cela ubuza ugogo ufumanela njani? Zithini numbers zakhe
thokoza gogo, ndicela impilo gogo cela umthandazo isipho sezulu
Mamtolo❤❤❤mabaphile abantu😊
Camagu Gogo mabaphile abantu
Camagu Tolokazi 👏
Camagu!! 👏🏽👏🏽
Camagu ntombe ndala makukhanye kuvuleleke minqweno.yam
Camagu makulunge nakum 🙏
Camagu 🙏🙏🙏
Camugu
Camagu mzi wakwa Xhosa
Camagu ❤❤❤
Camagu Tolokazi❤❤❤
Camagu ndiwacenga amabandla
Lamayeza akho afumanekaphi ndise kapa
Awhuu.🥁🪘
Camagu Ndlondlo
Gogo ndicela imthandazo
Ntandokazi yam gogo
Camagu tolokazi
.MB jp
❤❤❤oyhini dabc
Celi tixo mamanyange andipe amandla okudibana nawe impilo inzima kumnyama 😢
❤
Mamzo wam❤❤❤❤❤❤
Umntu ufuna ukuba uyaphi cz kwa aba amazinyo abatsho cz akho WhatsApp number