Hymn 86 ♡ 𝗡𝗗𝗜𝗞𝗛𝗔𝗡𝗚𝗘𝗟𝗘 ngobubele, O Nkosi yam! Nguwe owabundifele,O nKosi yam! ••°

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 28. 08. 2024
  • 1.Ndikhangele ngobubele,
    O Nkosi yam !
    Nguwe owabundifele,
    O nKosi yam !
    Wehla eZulwini laKho,
    Wabuncam' ubomi baKho,
    Ndive usindiso lwaKho,
    O nKosi yam !
    2.Be ndihleli emnyameni,
    O nKosi yam !
    bendisinga ekufeni,
    O nKosi yam !
    Zeza izicaka zaKho,
    Zandityel' ufefe lwaKho,
    O nKosi yam !
    3.Mandiliv' ufefe lwaKho,
    O nKosi yam !
    Ndibe lisindiswa laKho,
    O nKosi yam!
    Zonk' izoono ma ziphele,
    Intliziyo ibe ngcwele.
    Yiva, undithethelele,
    O nKosi yam ! Amen.

Komentáře • 1

  • @Musawencorcie
    @Musawencorcie Před 6 měsíci

    This song always make me cry. I am a PK and my .other has a ST John's Church.