Komentáře •

  • @jabulilemagagula1378
    @jabulilemagagula1378 Před rokem +9

    Am so blessed by this song in this tune, been playing and singing along since yesterday, it's really cutting deep down in my heart.

  • @sinazobonnientshinka2104

    Hymn 16
    1. Yivani ezi ndaba
    Yivani bantu bonke,
    Nihleli kulomhlaba,
    Ezindaweni zonke,
    Kuviwe ngaphezulu
    Kuviwe nangaphantsi,
    Ad' eve nosithulu
    Nosentla nosezantsi.
    2. Wabhubha uMsindisi,
    Wancam' ubomi bakhe,
    Wafela abaphuli,
    Baphul' umthetho wakhe,
    Bendone ngento zonke,
    Uyandamnkela noko;
    Undixolele konke
    Mandimdumise kengoko.
    3. Ndiswele imilomo,
    Ayaba iliwaka,
    Ibonga ngentlokoma
    Ufefe olungaka,
    Ndincede,Nkosi yami,
    Ndivis' izizwe zonke
    Owakuvayo ngami,
    Babong' abantu bonke.
    4. Igama lakho Yesu,
    Limnandi endlebeni;
    Ufefe lwakho Yesu
    Luyolo entliziyweni,
    Kuvuya obelila,
    Kuvuke nofileyo,
    Inguwe ongumvusi
    Lowo usivusileyo.
    5. Zithulu niyavuswa;
    Zimfama "khangelani:
    Ziqhwala! Nahanjiswa;
    Mdumiseni nani,
    Kuphila imilwelwe,
    Kuncedw' izifo zonke.
    Besiza bezihlwele
    Uyabanceda bonke. Amen 🙌🏽

  • @lungiswagumede3603
    @lungiswagumede3603 Před rokem +3

    The lead singer really did justice to this hymn, bless him. 🙏

  • @siphomdodana1860
    @siphomdodana1860 Před 2 lety +12

    This hymn blesses me. Ngiyabonga Xola Mdinga. Keep it up

  • @user-iq6pl9su2y
    @user-iq6pl9su2y Před 2 měsíci +2

    Yhoo nkosi yam cula kamnandi mhlabeli yuu nice voice enkosi mfana uyandisikelela ❤❤🙏🙏 thank you very much

  • @BoyNene
    @BoyNene Před měsícem +1

    Kuphila imilwelwe, besiza bezihlwele uyabanceda bonke

  • @ZimkhithaMasala-mj8mf
    @ZimkhithaMasala-mj8mf Před 11 měsíci +2

    Besiza beziihlwele
    Uyabanceda bonke 🙏🙏

  • @user-iq6pl9su2y
    @user-iq6pl9su2y Před 2 měsíci +1

    😭😭😭 🙏🙏 amen siyabonga ngegama lika yesu 🔥🔥

  • @nodintikinca7038
    @nodintikinca7038 Před 5 měsíci +2

    Amen

  • @makhosinisikhondze2564
    @makhosinisikhondze2564 Před 2 měsíci +2

  • @sithembisogumede2753
    @sithembisogumede2753 Před 2 lety +12

    Waze wahlabalela kamnandi lombhemu!

  • @khanyisomasango9147
    @khanyisomasango9147 Před 2 lety +6

    Wenzani lomzalwana 😭😭🙏

  • @user-om8om4sd8v
    @user-om8om4sd8v Před rokem +2

    Yivani ezindaba amen

  • @msizimiya964
    @msizimiya964 Před 6 měsíci +1

    What's the name of the Lead singer?

  • @sakhumzikopolo8191
    @sakhumzikopolo8191 Před 4 měsíci +1

    Enkosi mntaka Mdingi uThixo wamaZulu abenawe akungcine akuncede

  • @bonganityobeka8858
    @bonganityobeka8858 Před 2 lety +2

    Yivani ezindaba amen !

  • @onothandodondolo5288
    @onothandodondolo5288 Před rokem +1

    Besiza bezihlwele uyabanceda bonke

  • @bongekacynthiajezile7004

    Ndiyaphila ke apha, Xola Mdingi enkosi, siyathuthuzeleka and I want this Circuit uMoya wam ukuyo, Ingenela False Bay College or Ndawoni

  • @siviwekulu6996
    @siviwekulu6996 Před rokem +1

    😭😭😭

  • @aseisondlo420
    @aseisondlo420 Před rokem +1

    QlN
    q