Iyaqhuba inkonzo yokutywalwa kwekumkani yamaMpondo uZanozuko

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 20. 06. 2022
  • Iyaqhuba inkonzo yokutyalwa kwekumkani Yamampondo uKumkani Zanozuku Sigcau eFlagstaff eMpuma Koloni. Inkokheli zomthonyama, amagosa karhulumente azimase lenkonzo kakumakani uZanozuko Sigcau nebanjelwe kwindlu yobukhosi iNdimakude. Ukanti Umongameli Ramaphosa uzakwenza inthetho ephambili kulenkonzo yokutywala kweKumkani.
    Ukufumana ezinye iindaba, ndwendwela i-sabcnews.com, #SABCNews #SABCIindaba #COVID19News kumajelo onxibelelwano.

Komentáře • 2