Iindaba zesiXhosa @13H00 | 30 May 2024

Sdílet
Vložit
  • čas přidán 24. 08. 2024
  • Ukufumana ezinye iindaba, ndwendwela i-sabcnews.com, #SABCNews #SABCIindaba kumajelo onxibelelwano.

Komentáře • 31

  • @abongiletshona1023
    @abongiletshona1023 Před 2 měsíci +9

    My EC is letting us down really

  • @SibuleleSiqhola277
    @SibuleleSiqhola277 Před 2 měsíci +1

    ANC ngumbutho wabantu.. Viva ANC viva 💪

  • @lindaniskhungu1496
    @lindaniskhungu1496 Před 2 měsíci

    Well done to the peaple of kwazulu for voting out anc thina singamaXhosa from Eastern Cape we deserve 500 yrs of poverty for voting anc kodwa akhonto eyenzayo si loyal kubantu abarhwaphilizayo

  • @dudu3659-c9b
    @dudu3659-c9b Před 2 měsíci +3

    EC .u have let the country down .why can't u vote for change .

  • @YangaNkumanda
    @YangaNkumanda Před 2 měsíci +2

    Kubo kubo ⚫️🟢🟡

  • @YonelaSompa
    @YonelaSompa Před 2 měsíci +2

    ANC ize yenze bentele nge EC cz amavoti iwafumane khona ingalonko isihlenkisa ngezinye izizwe bho 😢

  • @MashiyaNgcobo-lb2rq
    @MashiyaNgcobo-lb2rq Před 2 měsíci

    I KZN yenze into enhle kakhulu yayikhipha i ANC yafaka i MK ngiyabahlonipha abantu base KZN they took a good decision to vote for MK

  • @user-jg8qy6ds6q
    @user-jg8qy6ds6q Před 2 měsíci +3

    E KZN kuncede ukuthi MK imengenyawo igade Baze babamba imoto ebilayishe amaphephe okuvota abelayishwe emotweni beyokhwabanisa amavoti

  • @Percyndlovu-tx6uh
    @Percyndlovu-tx6uh Před 2 měsíci

    Amaxhosa

  • @ontlametsetholwethu4990
    @ontlametsetholwethu4990 Před 2 měsíci

    Trust EC to come through for d ANC😢😢😢ayiii

  • @cecilletuka1259
    @cecilletuka1259 Před 2 měsíci

    Kwede is wrong to talk about tribalism. He digs the hole for ANC. ANC is for people, not his.

  • @jiwwo1799
    @jiwwo1799 Před 2 měsíci +2

    EC is still going to suffer for the next 5yrs...c u guys kwiCutting Edge

    • @dumilekrexe-dy6ph
      @dumilekrexe-dy6ph Před 2 měsíci +1

      KZN akukho nto encono ngayo Kwa Nongoma azikho toiletes Town yonke Bergville awukho umbane/ugesi so yeka ukwenza ngathi ikhona into encono

    • @dipolelosebopela9700
      @dipolelosebopela9700 Před 2 měsíci

      Will see you there at cutting edge

  • @user-uo4du3rj6w
    @user-uo4du3rj6w Před 2 měsíci

    Viva ANC Naba ba complainer khakulu yibo abanye bebanye bayivothelile ANC don't act la

  • @lungisamgwebi4820
    @lungisamgwebi4820 Před 2 měsíci

    Mxm kwaziba I ANC inenzelani bantu base EC😢😢

    • @ThandiAhmed
      @ThandiAhmed Před 2 měsíci

      Nyani if besinga change mb beku zaba ncono bt niyayi thanda I anc ke bakhaya

    • @dumilekrexe-dy6ph
      @dumilekrexe-dy6ph Před 2 měsíci

      IFP inenzela ntoni nina

    • @ThandiAhmed
      @ThandiAhmed Před 2 měsíci

      @@dumilekrexe-dy6ph mna andithethanga nge ifp

  • @user-dw9cw6wh7w
    @user-dw9cw6wh7w Před 2 měsíci +1

    Ningayekike ukudiba imingxunya njeba sigqibile uvota.
    Okukugqibela ningaphinde nisibize nge Transkei thina please

  • @sibongilesibongile7799
    @sibongilesibongile7799 Před 2 měsíci

    Siyayithanda phuma kithi

  • @nokuzolabuthelezi2004
    @nokuzolabuthelezi2004 Před 2 měsíci

    Kukhona into e-OFF nje lah

  • @eugeniazukiswaTshetsha11285
    @eugeniazukiswaTshetsha11285 Před 2 měsíci +2

    Ziphuku phuku bazodli kaka till death - xa unengqondo ungavoteli izinja ANC ngo sathana amagqwirha ababulali amasela. What type of poverty will convince South Africans uba YINGXOWA EVUZAYO i anc! !!!

    • @MercyGum
      @MercyGum Před 2 měsíci

      😮😮 Iyatyiwa kanene ??. Xa bengekaqalisi abanawuphinde bayitye. Ngabantu Baka Thixo asingabantu bomntu .

    • @dumilekrexe-dy6ph
      @dumilekrexe-dy6ph Před 2 měsíci

      Yintoni ongayinikwa yi MK wena ephethwe ngumntu owaphatha amatyeli amabini esohlulwa kukwakhela umntu olapha Gatin yakwakhe

    • @dumilekrexe-dy6ph
      @dumilekrexe-dy6ph Před 2 měsíci

      Utyetyiswe yiyo ngoba kudala utyiswa yiyo

    • @dipolelosebopela9700
      @dipolelosebopela9700 Před 2 měsíci

      Sphukuphuku kewena ur swibe

    • @lindaniskhungu1496
      @lindaniskhungu1496 Před 2 měsíci

      Mna ndisizela nje abantwana abancinci abahlala e Eastern cape bonke abanye aba indlala ngase ibengathi iyabatya futhi ibacokisise cz bazenza ngokwabo my brother anc will never change nge corruption