Velikost videa: 1280 X 720853 X 480640 X 360
Zobrazit ovladače přehrávání
Automatické přehrávání
Přehrát
Kumoshakale ku 1:05 🙌🏽🔥 that’s where my spirit took flight
Kumoshakele kakhulu🔥🔥🔥umlilo🙌🙌
Owa halalela Jehovah wa Makhotla Lefatshe lohle letletse Khalalelo yahae Amen
Holly spirit give them the wheels
Hai Hai Hai Ndimkile🙏🙏 Siii MaZion amahle❤️
Ndiyayicela lecawe I ekhona America plz, abantu balapha bazazi amacawe anjena, mna ndingumntu womoya, I need church like this in my life.... yhoooooo!!!
Its here in South Africa 😢
Shuuuuuu ama General amahle my sisters church I'm so 🙌
Please ask your sister ba iphi la e cosmo city please..or number
Oh marn ❤nkonzo endakhulela kuyo ... Ma General amahle
One day ndi zokhonza eGeneral 🤞🙌
Iyhuuu bangcwele apha ngasemva bazalwane ndiphile ndizonikhangela apho nikhoyo
Amen masbonge 🔥
Yatsho kamnandi lengoma ❣️❣️🔥
Glory to all mighty God 🙏🙏👏👏👏👏👏👏😭
Vuma vuma Zion hamba hamba Zion nitsho kamnandi
Hallelujah my church
Zion
Hallelujah 🙏
😂😂😂ho Monate mona
Yhuuuuuuuuuuuuuuu!!!!!!!!😭😭😭😭😭😭😭
Amen iyatsho😊
This is so wow
I'd like to ask if there is a brunch in the Pretoria region
Ndingayifumanaphi lenkonzo
🙌🙌🙌♥️♥️
Abantwana baka Bawo DK Mathiso😭
Ama jesus amahle
Akuvakali 😭😭😭😭😭😭😭
Kodwa nindenzani ndasho ndanikhumbula
Cela ubuza Ayikho Apha Ekapa Le Cawe if ikhona Indawoni
Ikhona give me a call 073 884 7342
Hey ndayjfunna nam yhuuu 😢😢😢😢😢
Indawoni ekapa
Iyhuu bangcwele
😂bayandichaza yazi abamonelani ngesiyezi.
The blue train
Ndilapha ngase cosmo city ngicela i number or ext please 🙏 ndingowase Jesus apostle church in sa...kodwa nayo angazi indawoni
Ndicela ubuza lecawa ikhona nah.. E colesberg bcz eliholo lelase colesberg... Northern cape.. Ngapgandle kokba ndiyalifanisa
Yes ikhona contact me ndikudibanise nabantu bakhona 073 884 7342
Ewe ngalapha nono awuphazami
Ayikho apha e cosmo city?gauteng
Into ilapha kuwe entliziyweni
😭😭😭😭😭😭😭😭 OH
ingaba yi General le?
iphi apho ikhoyo?
Yiliphi ibandla leqiniso kulomhlaba ngokwebhayibheli? Ngoba amabandla amaningi awawona aweqiniso ngokwebhayibheli, Mathew 7;21-23,1jonh 4:1,Roman's 10:1-3..
Nindawoni eRhawtini ❤️😢
Wena undawoni mkhonzi?
@@xolanimathwasa5943 Hi cela ubuza nikhona e Soweto
@@xolanimathwasa5943 Ndise Sandton mna Rivonia side
@@ayandakhanzi405 NO sise PTA, COZMO CITY, BOKSBURG and TEMBISA BRANCHES ESINAZO APHA GAUTENG
@@siyamthandadaniel707 I guess PTA izakuba ryt 4 you olievenhoutbosch ext 12